Genesis 2

Studieren Sie die innere Bedeutung

Xhosa

← Genesis 1   Genesis 3 →

1 Agqitywa ke amazulu nehlabathi, nawo wonke umkhosi wezo zinto.

2 Wawugqiba ke uThixo ngomhla wesixhenxe umsebenzi wakhe awawenzayo; waphumla ngomhla wesixhenxe kuwo wonke umsebenzi wakhe awawenzayo.

3 Wawusikelela uThixo umhla wesixhenxe, wawungcwalisa; ngokuba waphumla ngawo kuwo wonke umsebenzi wakhe awawudalayo uThixo, wawenza.

4 Yiyo le ke inzala yamazulu nehlabathi ekudalweni kwezo zinto, mini wenza uYehova uThixo ihlabathi namazulu,

5 onke amatyholo asendle engekaveli emhlabeni, nayo yonke imifuno yasendle ingekantshuli; kuba uYehova uThixo ebengekanisi mvula emhlabeni; kwaye kungekho mntu wokuwusebenza umhlaba.

6 Kwaye kunyuka inkungu iphuma ehlabathini, yawunyakamisa wonke umhlaba.

7 UYehova uThixo wambumba umntu ngothuli lwasemhlabeni, waphefumlela emathatheni akhe impefumlo yobomi; umntu ke waba ngumphefumlo ophilileyo.

8 UYehova uThixo watyala umyezo e-Eden ngasempumalanga; wambeka khona umntu abembumbile.

9 UYehova uThixo wantshulisa emhlabeni yonke imithi enqwenelekayo ngokukhangeleka, nelungele ukudliwa; nomthi wobomi emyezweni phakathi, nomthi wokwazi okulungileyo nokubi.

10 Kwaphuma umlambo e-Eden wokuwunyakamisa umyezo; wahluka apho, waba ziimbaxa ezine.

11 Igama lowokuqala yiPishon; nguwo lowo ujikeleze lonke ilizwe laseHavila, apho ikhona igolide.

12 Igolide yelo lizwe intle, ikhona ibhedolaki nelitye lebherilo.

13 Igama lowesibini umlambo yiGihon; nguwo lowo ujikeleze lonke ilizwe lakwaKushi.

14 Igama lowesithathu umlambo yiHidekele; nguwo lowo uya phambi kwelakwa-Asiriya. Owesine umlambo ngumEfrati.

15 UYehova uThixo wamthabatha umntu, wambeka emyezweni we-Eden, ukuba awusebenze, awugcine.

16 UYehova uThixo wamwisela umthetho umntu, esithi, Yonke imithi yomyezo ungayidla uyidle;

17 ke wona umthi wokwazi okulungileyo nokubi uze ungawudli; kuba mhlana uthe wawudla, uya kufa.

18 Wathi uYehova uThixo, Akulungile ukuba umntu abe yedwa, ndiya kumenzela umncedi onguwabo.

19 UYehova uThixo wabumba ngomhlaba zonke izinto eziphilileyo zasendle, nazo zonke iintaka zezulu, wazisa kuye uAdam ukubona ukuba wothini na ukuzibiza, ukuze oko azibize ngako uAdam zonke izinto eziphilileyo, ibe ligama lazo elo.

20 Wazithiya amagama uAdam zonke izinto ezizitho zine, neentaka zasezulwini, nazo zonke izinto eziphilileyo zasendle; ke uAdam akafunyanelwanga mncedi unguwabo.

21 UYehova uThixo wawisa ubuthongo obukhulu phezu koAdam, walala. Wathabatha lwalunye ezimbanjeni zakhe, wavingca ngenyama esikhundleni salo.

22 UYehova uThixo walwakha ubambo abeluthabathe kuAdam, lwaba ngumfazi; wamzisa kuAdam.

23 Wathi uAdam, Eli ke ngoku lithambo lasemathanjeni am, yinyama yasenyameni yam; lo yena ukubizwa kothiwa ngumfazi, ngokuba ethatyathwe endodeni.

24 Ngenxa yoko indoda yomshiya uyise nonina, inamathele kumkayo, babe nyama-nye ke.

25 Baye bobabini behamba ze, umntu lowo nomkakhe, bengenazintloni.

← Genesis 1   Genesis 3 →
   Studieren Sie die innere Bedeutung
Swedenborg

Haupterklärung(en) aus den Werken Swedenborgs:

Arcana Coelestia 73, 74, 75, 76, 77, 78, 79, ...

Sacred Scripture 103

The Inner Meaning of the Prophets and Psalms 403

True Christian Religion 279


Weitere Verweise Swedenborgs zu diesem Kapitel:

Arcana Coelestia 54, 81, 82, 83, 84, 85, 86, ...

Apocalypse Revealed 213, 343, 447

Conjugial Love 32, 112, 132, 135, 156, 193, 194, ...

Divine Love and Wisdom 60, 325, 383

Divine Providence 275

Heaven and Hell 341, 372

Interaction of the Soul and Body 8

True Christian Religion 46, 48, 364, 466, 470, 520, 697


References from Swedenborg's unpublished works:

Apocalypse Explained 110, 130, 183, 419, 518, 555, 569, ...

Coronis (An Appendix to True Christian Religion) 25, 27

De Verbo (The Word) 14

Divine Wisdom 6

An Invitation to the New Church 57

Spiritual Experiences 566, 6110

Marriage 32, 46, 48, 66

Anderer Kommentar

  Geschichten:



Hop to Similar Bible Verses

Genesis 1:21, 25, 27, 29, 31, 3:3, 5, 7, 19, 22, 23, 10:6, 8, 15:12, 18

Exodus 20:11, 25:7

Numbers 11:7

1 Samuel 26:12

Nehemiah 9:6

Job 33:4

Psalms 103:14, 135:7

Ecclesiastes 4:9

Ezekiel 28:13, 37:5, 6

Daniel 10:4

Joel 2:3

Zechariah 12:1

Matthew 19:4, 5

Mark 10:8

Luke 3:38

Acts of the Apostles 17:25

Romans 5:12

1 Corinthians 6:16, 11:8, 9, 15:21, 45, 47

Ephesians 5:31

1 Timothy 2:13

Hebrews 4:4

Revelation 2:7

Resources for parents and teachers

The items listed here are provided courtesy of our friends at the General Church of the New Jerusalem. You can search/browse their whole library by following this link.


 Adam
Worship Talk | Ages 7 - 14

 Adam and Eve Disobey
Coloring Page | Ages 7 - 14

 A Wife for Adam
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 A Wife for Adam
Family lessons provide a worship talk and a variety of activities for children and teens..
Religion Lesson | Ages 4 - 17

 Chastity
Worship Talk | Ages 7 - 14

 Correspondences of Water
Illustration of places in the Word that relate to water.
Coloring Page | Ages 7 - 14

 Garden of Eden
Spiritual tasks offer a reflection on a Biblical story and suggest a task for spiritual growth.
Activity | Ages over 18

 Garden of Eden Scene
Project | Ages 4 - 10

 God Said What? The Creation Story
Spiritual tasks offer a reflection on a Biblical story and suggest a task for spiritual growth.
Activity | Ages over 18

 Honoring Marriage
Have children make a picture of their parents (or color a picture of a married couple) within a golden ring or circle. Talk with the children about a wedding ring as a symbol of eternity - a circle without end. 
Project | Ages up to 10

 Life in the Garden of Eden
A picture of life in the beautiful Garden of Eden.
Story | Ages 3 - 7

 Like a Merchant Seeking Pearls
"We have to be able to recognize the pearl of great price when we find it and be willing to forsake all else for its sake. To know the source of happiness is a great thing; to be willing to sacrifice all else in the quest for it is even greater."
Worship Talk | Ages over 18

 Obtaining Conjugial Love
Worship Talk | Ages over 18

 One Special Person: A Wife for Adam
Worship Talk | Ages 7 - 14

 Overview of Creation Reflection of God Levels A, B, C for ages 3-14
Overview of Creation: reflection of God, Levels A, B, C for ages 3-14.
Sunday School Lesson | Ages 3 - 14

 Quotes: Keeping the Sabbath
Teaching Support | Ages over 15

 Summary of Creation and Thankfulness
This lesson discusses a story from the Word and suggests projects and activities for young children.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Creation: A General View
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 The Creation: The Seventh Day
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 The Face and Clothing of Love
Genuine love of marriage is seen in friendship, which is described as the face and clothing of conjugial love. To be a good spouse is to be a genuine friend.
Worship Talk | Ages over 18

 The Garden of Eden
Coloring Page | Ages 7 - 14

 The Garden of Eden
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 The Garden of Eden
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Garden of Eden Diorama
Make the Garden of Eden with a paper plate and tree of life. Then set up clothespin figures of Adam and Eve in the garden.
Project | Ages up to 10

 The Garden of Eden: Paradise
Worship Talk | Ages 7 - 14

 The Garden of Eden—Paradise
Family lessons provide a worship talk and a variety of activities for children and teens..
Religion Lesson | Ages 4 - 17

 The Meaning of the Tree of Life
Worship Talk | Ages over 18

 The River in Eden
Coloring Page | Ages 7 - 14

 The Seven Days of Creation
An illustrated story of the seven days of creation.
Story | Ages 3 - 7

 The Seventh Day of Creation
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 The Seventh Day of Creation
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Story of Creation: Family Worship Ideas
Detailed notes on the seven days of creation.
Article | Ages over 18

 Two Shall Become One
Married couples in heaven sometimes appear as one angel because they feel so close to each other.
Activity | Ages over 15

 Where Did Everything Come From?
Grandpa explains to Annika and Peter where everything came from.
Story | Ages 4 - 6

 You Shall Not Commit Adultery
This worship talk provides a gentle introduction to the topic of adultery.
Worship Talk | Ages 7 - 14


Übersetzen