Genesis 1

Studieren Sie die innere Bedeutung

Xhosa

Genesis 2 →

1 Ekuqalekeni uThixo wadala amazulu nehlabathi.

2 Ke ehlabathini kwakusenyanyeni, kuselubala; kwakumnyama phezu kwamanzi enzonzobila. UMoya kaThixo wafukama phezu kwamanzi lawo.

3 Wathi uThixo, Makubekho ukukhanya. Kwabakho ke ukukhanya.

4 Wakubona ke uThixo ukukhanya ukuba kulungile, wahlula uThixo phakathi kokukhanya nobumnyama.

5 Wathi uThixo ukukhanya yimini, wathi ubumnyama bubusuku. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wokuqala.

6 Wathi uThixo, Makubekho isibhakabhaka phakathi kwawo amanzi, sibe ngumahlulo wokwahlula amanzi kumanzi.

7 Wasenza uThixo isibhakabhaka, wawahlula amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka kuwo amanzi angaphezu kwesibhakabhaka. Kwaba njalo.

8 Wathi uThixo isibhakabhaka ngamazulu. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesibini.

9 Wathi uThixo, Amanzi angaphantsi kwamazulu makahlanganiselwe ndaweni-nye, kubonakale okomileyo. Kwaba njalo.

10 Wathi uThixo okomileyo ngumhlaba, wathi intlanganisela yamanzi ziilwandle. Wabona uThixo ukuba kulungile.

11 Wathi uThixo, Umhlaba mawuphume uhlaza, imifuno evelisa imbewu, imithi yeziqhamo, eyenza iziqhamo ngohlobo lwayo, embewu ikuyo, emhlabeni. Kwaba njalo.

12 Umhlaba waphuma uhlaza, nemifuno evelisa imbewu ngohlobo lwayo, nemithi eyenza iziqhamo, embewu ikuyo, ngohlobo lwayo. Wabona uThixo ukuba kulungile.

13 Kwahlwa kwasa: yangumhla wesithathu.

14 Wathi uThixo, Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni samazulu, zibe ngumahlulo wokwahlula imini kubusuku; zibe zezemiqondiso, zibe zezamaxesha amisiweyo, zibe zezemihla neminyaka;

15 mazibe zizikhanyiso esibhakabhakeni samazulu, zikhanyise ehlabathini. Kwaba njalo.

16 Wenza uThixo izikhanyiso ezikhulu zazibini, esona sikhulu isikhanyiso ukuba silawule imini, esona sincinane isikhanyiso ukuba silawule ubusuku; wenza neenkwenkwezi.

17 Wazibeka uThixo esibhakabhakeni samazulu, ukuba zikhanyise ehlabathini, zilawule imini nobusuku,

18 zahlule ukukhanya kubumnyama. Wabona uThixo ukuba kulungile.

19 Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesine.

20 Wathi uThixo, Amanzi la makanyakazele inyakanyaka, imiphefumlo ephilileyo; zithi neentaka ziphaphazele ehlabathini, esibhakabhakeni sezulu.

21 Wadala uThixo oominenga mikhulu, nayo yonke imiphefumlo ephilileyo enambuzelayo, awanyakazela ngayo amanzi ngohlobo lwayo, neentaka zonke ezinamaphiko ngohlobo lwazo. Wabona uThixo ukuba kulungile.

22 Wazisikelela uThixo, esithi, Qhamani, nande, niwazalise amanzi aselwandle; zithi iintaka zande ehlabathini.

23 Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesihlanu.

24 Wathi uThixo, Umhlaba mawuphume imiphefumlo ephilileyo ngohlobo lwayo: izinto ezizitho zine, nezinambuzane, nezinto eziphilileyo zomhlaba ngohlobo lwazo. Kwaba njalo.

25 Wenza uThixo izinto eziphilileyo zomhlaba ngohlobo lwazo, nezinto ezizitho zine ngohlobo lwazo, nazo zonke izinambuzane zomhlaba ngohlobo lwazo. Wabona uThixo ukuba kulungile.

26 Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. Mababe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho zine, nasemhlabeni wonke, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzela emhlabeni.

27 Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana.

28 Wabasikelela uThixo, wathi kubo uThixo, Qhamani, nande, niwuzalise umhlaba niweyise; nibe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni zonke eziphilileyo ezinambuzelayo emhlabeni.

29 Wathi uThixo, Yabonani, ndininikile yonke imifuno evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu: yoba kukudla kuni.

30 Nezinto zonke eziphilileyo zomhlaba, neentaka zonke zezulu, nezinambuzane zonke ezisemhlabeni, ezinomphefumlo ophilileyo, ndizinike yonke imifuno eluhlaza ukuba ibe kukudla. Kwaba njalo.

31 Wakubona uThixo konke akwenzileyo, nanko, kulungile kunene. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesithandathu.

Genesis 2 →
   Studieren Sie die innere Bedeutung
Swedenborg

Haupterklärung(en) aus den Werken Swedenborgs:

Arcana Coelestia 4, 6, 7, 8, 9, 10, 11, ...

Apocalypse Explained 257

The Inner Meaning of the Prophets and Psalms 402


Weitere Verweise Swedenborgs zu diesem Kapitel:

Arcana Coelestia 246, 300, 476, 478, 480, 670, 709, ...

Apocalypse Revealed 200, 414

Conjugial Love 132, 156

Divine Love and Wisdom 11, 18, 287, 358

Divine Providence 123, 328

Sacred Scripture 14, 103

Heaven and Hell 137

The Last Judgment 20

True Christian Religion 20, 34, 46, 48, 364, 490


References from Swedenborg's unpublished works:

Apocalypse Explained 229, 294, 401, 513, 526, 527, 555, ...

Canons of the New Church 45

Charity 91

Coronis (An Appendix to True Christian Religion) 23, 25, 28

De Verbo (The Word) 14

Spiritual Experiences 1973, 1974, 5605, 6110

Marriage 20, 34, 46, 48, 71

Hop to Similar Bible Verses

Genesis 2:3, 7, 16, 19, 5:1, 2, 6:1, 21, 8:17, 9:1, 2, 3, 6, 11:7

Exodus 20:11

Deuteronomy 4:19, 32:4

2 Kings 19:15

2 Chronicles 2:11

Nehemiah 9:6

Job 12:7, 9, 26:8, 38:8

Psalms 8:4, 7, 19:2, 24:2, 33:6, 7, 9, 74:16, 95:5, 104:6, 14, 19, 25, 115:15, 16, 121:2, 136:5, 7, 9, 148:4, 7

Proverbs 8:29

Ecclesiastes 3:11

Isaiah 40:26, 45:7, 61:11

Jeremiah 4:23, 10:12, 31:35

Jonah 1:9

Zechariah 12:1

Matthew 19:4

Mark 4:28, 10:6

Luke 3:38

Acts of the Apostles 4:24, 17:29

1 Corinthians 11:7, 15:38

2 Corinthians 4:6, 6:14

Colossians 3:10

1 Timothy 4:4

Hebrews 6:8, 11:3

James 3:9

2 Peter 5, 6

Revelation 4:11

Resources for parents and teachers

The items listed here are provided courtesy of our friends at the General Church of the New Jerusalem. You can search/browse their whole library by following this link.


 Animals and Plants in Heaven
Worship Talk | Ages 7 - 14

 Celebrating the Seven Days of Creation
Offers a wide array of ideas for play time, art projects, field trips, and more.
Activity | Ages up to 10

 Correspondences of Light
Illustrations of three stories in the Word that talk about light. (Quotations are the King James translation.)
Coloring Page | Ages 7 - 14

 Creation Chain
Make a paper chain with the names (or pictures) of the people in your family and other things that the Lord has made. Or make a paper chain that illustrates several things in creation that depend on one another. 
Project | Ages 4 - 14

 Creation Diorama
A great family project to build and display in your home.
Project | Ages 4 - 10

 Creation Mobile
Assemble this lovely mobile to remind you of all the Lord's precious gifts to us.
Project | Ages 4 - 14

 Creation Poem with Hand Motions
A lovely poem about creation with hand motions.
Activity | Ages up to 10

 Creation | Seas to Trees Pop-up
Color cut-and-fold pop-up project showing dry land rising out of the water and then growing a tree illustrating Genesis 1:9-13. Sample activity from Creation: reflection of God, Level C, ages 11-14.
Sunday School Lesson | Ages 11 - 14

 Creation Sequencing Cards
Children can color and cut out these cards, then practice putting them in order from day 1-7.
Activity | Ages 4 - 10

 Creation Story (circle book project)
Sunday School Lesson | Ages 9 - 12

 Creation | The First Day - Level A
Complete lesson with activity choices: light and darkness game and song, separate light and darkness collage, scripted story discussion, coloring page, and a memory verse. Sample lesson from Creation: reflection of God, Level A, ages 3-6.
Sunday School Lesson | Ages 3 - 6

 Creation | The First Day - Level B
Complete lesson with activity choices: light and darkness experiment with accompanying video, let there be light folding paper project, scripted story discussion, coloring page, and a memory verse. Sample lesson from Creation: reflection of God, Level B, ages 7-10.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 Creation | The First Day - Level C
Complete lesson with activity choices: living in the dark--group blindfold games, video and discussion on the bible, creation and a can of peaches, scripted story discussion, and an illustrated quotation card. Sample Lesson from Creation: reflection of God, Level C.
Sunday School Lesson | Ages 11 - 14

 Family Worship: The Story of Creation
Ideas for reading and discussing the story of creation in Genesis 1. Includes suggestions for extending the experience such as going for a nature walk.
Religion Lesson | Ages 3 - 15

 God Said What? The Creation Story
Spiritual tasks offer a reflection on a Biblical story and suggest a task for spiritual growth.
Activity | Ages over 18

 Memory Verse: Giving Thanks for Creation
Activity | Ages 4 - 14

 Memory Verse: Life Is Eternal
Activity | Ages 4 - 14

 Overview of Creation Reflection of God Levels A, B, C for ages 3-14
Overview of Creation: reflection of God, Levels A, B, C for ages 3-14.
Sunday School Lesson | Ages 3 - 14

 Prophecies of the Advent
Prophecies of Jesus' advent on earth often use the image of new light dawning in darkness to describe the spiritual impact His birth would have on the world.
Sunday School Lesson | Ages 11 - 17

 Quotes: Giving Thanks for Creation
Teaching Support | Ages over 15

 Stars
Sunday School Lesson | Ages 9 - 12

 Summary of Creation and Thankfulness
This lesson discusses a story from the Word and suggests projects and activities for young children.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 Sun and the Fruit of Creation
Coloring Page | Ages 7 - 14

 Thankfulness
A Thanksgiving "wreath" to color and display.
Project | Ages 4 - 14

 Thanking the Lord for Creation
How can your words and actions show the Lord that you appreciate His creation?
Activity | Ages over 15

 The Creation
Worship Talk | Ages 7 - 14

 The Creation: A General View
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 The Creation: The Fifth and Sixth Days
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 The Creation: The First Four Days
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 The Days of Creation Collage Book or Mural
Ideas from an art teacher for making a creation book or mural.
Project | Ages 4 - 10

 The Fifth Day of Creation
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 The Fifth Day of Creation
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The First Day of Creation
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 The First Day of Creation
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Fourth Day of Creation
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 The Fourth Day of Creation
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Greatest Gift
Article | Ages 15 - 17

 The Meaning of the Tree of Life
Worship Talk | Ages over 18

 The Purpose of Creation
Birth brings a person into the natural world, but God's ultimate purpose is that a person be born again into heavenly life, the life of the spirit.
Sunday School Lesson | Ages 11 - 17

 The Second Day of Creation
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 The Second Day of Creation
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Seven Days of Creation
An illustrated story of the seven days of creation.
Story | Ages 3 - 7

 The Sixth Day of Creation
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 The Sixth Day of Creation
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Story of Creation
Family lessons provide a worship talk and a variety of activities for children and teens..
Religion Lesson | Ages 4 - 17

 The Story of Creation: Family Worship Ideas
Detailed notes on the seven days of creation.
Article | Ages over 18

 The Third Day of Creation
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 The Third Day of Creation
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 The Universe
Coloring Page | Ages 7 - 14

 The Word Made Flesh
Like Genesis, the Gospel of John begins with creation. While Genesis describes the creation of natural light, John describes a second creation into spiritual light.
Sunday School Lesson | Ages 11 - 17

 Two Great Lights
Coloring Page | Ages 7 - 14

 Using the Lord’s Creation
Worship Talk | Ages over 18

 Where Did Everything Come From?
Grandpa explains to Annika and Peter where everything came from.
Story | Ages 4 - 6

 Why Are We Here?
Lesson and activities to explore why we were created - what God intends for us.
Religion Lesson | Ages over 15


Übersetzen