Jonah 1

Studovat vnitřní smysl

Xhosa     

← Obadiah 1   Jonah 2 →

1 Ke kaloku kwafika ilizwi likaYehova kuYona, unyana ka-Amitayi, lisithi,

2 Suk’ ume, uye eNineve, kuloo mzi mkhulu, umemeze ngawo; kuba iindawo zawo ezimbi zinyukile, zeza phambi kwam.

3 Wesuka uYona, ebalekela eTarshishe, emka ebusweni bukaYehova. Wehla ke waya eYafo, wafumanana nenqanawa eya eTarshishe. Wayirhola ingqesho yayo, wehla, wangena kuyo, ukuze aye nabo eTarshishe, emke ebusweni bukaYehova.

4 Ke uYehova wagalelekisa umoya omkhulu elwandle; kwabakho umoya omkhulu ovuthuzayo elwandle, inqanawa leyo yanga iza kwaphuka.

5 Boyika oomateloshe, bakhala elowo kuthixo wakhe; bayijulela elwandle impahla ebisenqanaweni, ukuziphungulela bona. UYona ke wayehle waya ezantsi enqanaweni, wasindwa bubuthongo walala.

6 Wasondela kuye umphathi wababheqi, wathi kuye, Wenzani na, thongorhandini? Vuka, ubize kuThixo wakho; mhlawumbi uThixo angasikhumbula, singabhubhi.

7 Bathi omnye komnye, Yizani, senze amaqashiso, sazi ukuba kungenxa kabani na ukuba sibe nobu bubi. Benza amaqashiso, iqashiso laphuma noYona.

8 Bathi kuye, Khawusixelele, kungenxa kabani na ukuba sibe nobu bubi? uyintoni na umsebenzi wakho? uvela phi na? liphi na ilizwe lakowenu? ungowabaphi na abantu?

9 Wathi kubo, NdingumHebhere; ndiyamoyika uYehova, uThixo wamazulu, owenza ulwandle, nomhlaba lo womileyo.

10 Oyika amadoda lawo ngoloyiko olukhulu, athi kuye, Yintoni na le uyenzileyo? Ngokuba amadoda lawo ayesazi ukuba ubaleka emka ebusweni bukaYehova; kuba wayewaxelele.

11 Athi kuye, Masenze ntoni na kuwe, ukuze ulwandle ludambe, lusiyeke? Kuba ulwandle belusiya lusilwa.

12 Wathi kuwo, Ndifunquleni, nindijulele elwandle, ludambe ulwandle, luniyeke; kuba ndiyazi, ukuba lo moya, mkhulu uvuthuzayo, uphezu kwenu, ungenxa yam.

13 Atyhudisa emazeni amadoda, ezama ukuyibuyisela emhlabeni owomileyo inqanawa; akhohlwa, kuba ulwandle lwaya lusilwa phezu kwazo ngeenxa zonke.

14 Anqula uYehova, athi, Gxebe, Yehova, masingafi, masingafi ngomphefumlo wale ndoda, ungalibeki phezu kwethu igazi elimsulwa; ngokuba wena, Yehova, wenze ngokuthanda kwakho.

15 Amfunqula ke uYona, amjulela elwandle; lwazola ulwandle, lwakuyeka ukujala kwalo.

16 Amadoda amoyika uYehova ngoloyiko olukhulu, abingelela kuYehova umbingelelo, abhambathisa izibhambathiso.

17 UYehova wamisela intlanzi enkulu ukuba imginye uYona. UYona waba sembilinini wentlanzi iimini ezintathu nobusuku obuthathu.

← Obadiah 1   Jonah 2 →
   Studovat vnitřní smysl
Swedenborg

Hlavní výklad ze Swedenborgových prací:

The Inner Meaning of the Prophets and Psalms 211


Další odkazy Swedenborga k této kapitole:

Arcana Coelestia 901, 1188, 1343, 1709, 2606, 2788, 4495, ...

Apocalypse Revealed 505

Sacred Scripture 29

True Christianity 211


References from Swedenborg's unpublished works:

Apocalypse Explained 532, 622

Spiritual Experiences 1391

Jiný komentář

  Příběhy:



Hop to Similar Bible Verses

Genesis 1:10, 3:13, 10:11, 14:13, 18:21, 24:7

Exodus 4:13

Deuteronomy 21:8

Joshua 7:19, 26

2 Samuel 21:3, 14, 24:17

2 Kings 14:25

2 Chronicles 2:15, 9:21, 28:9

Ezra 1:2

Job 37:24

Psalms 95:5, 107:25, 29, 148:8

Proverbs 16:33

Jeremiah 5:22

Ezekiel 2:8

Jonah 3:1, 2, 3, 9, 4:11

Nahum 3:19

Mark 4:41

Luke 22:46

Acts of the Apostles 27:18

Revelation 18:5

Word/Phrase Explanations

unyana
'A son,' as in Genesis 5:28, signifies the rise of a new church. 'Son,' as in Genesis 24:3, signifies the Lord’s rationality regarding good. 'A...

mkhulu
The word "great" is used in the Bible to represent a state with a strong degree of love and affection, of the desire for good;...

umoya
Because a nearer and stronger divine influx through the heavens disperses truths among the wicked, 'wind' signifies this dispersion of truth and the resulting conjunction...

inqanawa
Ships were used in the ancient world – as they generally are now – to carry freight from nation to nation for trade. The various...

uthixo
The Lord is love itself, expressed in the form of wisdom itself. Love, then, is His essence, His inmost. Wisdom - the loving understanding of...

amaqashiso
On the most internal level, the stories of Abraham tell us about the Lord's development in his own childhood, with Abraham representing the Lord's spiritual...

ilizwe
Generally in the Bible a "country" means a political subdivision ruled by a king, or sometimes a tribe with a territory ruled by a king...

ulwandle
Water generally represents what Swedenborg calls “natural truth,” or true concepts about day-to-day matters and physical things. Since all water ultimately flows into the seas,...

igazi
Bloods signify evil, in Ezek. 16:9.

Resources for parents and teachers

The items listed here are provided courtesy of our friends at the General Church of the New Jerusalem. You can search/browse their whole library by following this link.


 Casting Lots
Coloring Page | Ages 7 - 14

 How the Lord Saved Jonah
A retelling of the story for young children with beautiful color illustrations. 
Story | Ages 4 - 6

 Jonah
Lesson outline provides teaching ideas with questions for discussion, projects, and activities.
Sunday School Lesson | Ages 7 - 10

 Jonah and the Great Fish
A New Church Bible story explanation for teaching Sunday school. Includes lesson materials for Primary (3-8 years), Junior (9-11 years), Intermediate (12-14 years), Senior (15-17 years) and Adults.
Teaching Support | Ages over 3

 Jonah and the Great Fish
A lesson for younger children with discussion ideas and a project.
Sunday School Lesson | Ages 4 - 6

 Jonah and the Great Fish (3-5 years)
Project | Ages 4 - 6

 Jonah and the Great Fish (6-8 years)
Project | Ages 7 - 10

 Jonah and the Great Fish (9-11 years)
Project | Ages 11 - 14

 Jonah and the Stormy Sea
Color the drawings and then follow the directions to make a 3 dimensional picture. 
Project | Ages 7 - 14

 Jonah Disobeys the Lord
Worship Talk | Ages 7 - 14

 Jonah in the Great Fish
Coloring Page | Ages 7 - 14

 Jonah Swallowed by a Fish
Another way to make a 3 dimensional fish that can swallow Noah. 
Project | Ages up to 6

 Jonah Thrown Overboard
Coloring Page | Ages 7 - 14

 Mighty Tempest on the Sea
Coloring Page | Ages 7 - 14

 Quotes: Divine Providence and Evil
Teaching Support | Ages over 15

 The Prophet Jonah
This article shows how the Lord tried to teach Jonah to be merciful and kind when Jonah disobeyed the Lord because of his hatred toward the Assyrians. 
Worship Talk | Ages 7 - 14


Přeložit: